Msaki, Black Coffee - Uthando Lwam lyrics

[Msaki, Black Coffee - Uthando Lwam lyrics]

Wathi gqi ndingakulindelanga
Wena wathi gqi ndingazimiselanga
Kuveza intliziyo yam ngobunzulu bayo
Komnye undiqubule, ndincumile ngaphakathi
Lathi tha ndingalilindelanga
Lelakho kwadeda amafu kwashukuma iintaba
Nguwe unyathela njengothweswe ubukhosi
Wena undiqubule, ndikuvumile
Kwaye nalu uthando lwam

Uthando lwam, uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam nal'uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam

Oko wandifunda andiswelanga inyaniso
Undikhapha ngokwenyama nangomphefumlo
Kwaye isandla sam awusiqinisanga kwesakho
Undivulile, ndikukhethile kunaphakade



Uthando lwam, uthando lwam
Uthando lwam, nal'uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam
Uthando lwam, nal'uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam

Interpretation for


Add Interpretation

A B C D E F G H I J K L M N O P Q R S T U V W X Y Z #
Interpret